This has really made me laugh!!!!! Hope it will do the same nakuwe
link
YEAH!!!!!! kwakukho omnye umzi ke ekwakuthukwa gqitha kuwo
sebeyiqhelile.kwabona nje sebebizana ngeminqundu,omisunu ndibalani
na!!!!!..Hayike umama wakhona wacawa yena ngoku kule cawa yakhe
kufuneke kuze umfundisi.........hayke weza ngenye imini......phambi
kokuba ezile umama loo uye wayala abantwana ukuba bangathuki ngoba uyeza
umfundisi......kwavunyelwana ke.
Umama"yenzani into yokuphunga nina" wayenza ke lomntana .wayigalela kwi
coffe mugs wabeka nesosi wayisa hayke xa ebenikeza caba umfundisi
akayithathi isosi lee nanko ke umsila uphushuruka........"kutheni
ungayithathi nje isosi?"
Hay wena mntanam yiyeke ngoba ayo cup lee yi
cofee mug...."okaaay iyaku tshisa khehle unye itea lee umuncu nje"
yhoooo wothuka lamama waphendula "yewena msunwakho masende kayihlo
nditheni ngokuthuka mqundu...
wamangaliseka umfundisi nanko naye ephendula...... rha kuse kunyeni kwalapha kulomzi THIXO WAM NDIXOLELE
NAWE NGEKE UNYAMEZELE UKUNYA ENDIKUKO..............
h